Step 1 of 10

Isingeniso (umhlathi oza kufundwa ngumvavanyi)

“Enkosi ngokuthatha ixesha lakho ukuphendula le survey. Sifuna abantu abaninzi kangangoko abathatha inxaxheba kule projekthi ukuze sivavanye kakuhle, siphucule iProjekthi yeHoneybee. Akukho mpendulo ichanekileyo okanye engachanekanga — sabelana nje ngoluvo lwakho olunyanisekileyo. Konke othe wakuthetha kuza kuhlala kuyimfihlo kwaye kuya kusetyenziswa kuphela ukuphucula le nkqubo.”

Ulwazi lomntu